Ezra 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Makwazeke kukumkani ukuba sihambile saya kumaphondo+ akwaYuda endlwini yoTHIXO omkhulu,+ yaye yakhiwa ngamatye aqengqiweyo, kubekwa namaplanga ezindongeni; loo msebenzi wenziwa ngentumekelelo wenza inkqubela ezandleni zabo.
8 Makwazeke kukumkani ukuba sihambile saya kumaphondo+ akwaYuda endlwini yoTHIXO omkhulu,+ yaye yakhiwa ngamatye aqengqiweyo, kubekwa namaplanga ezindongeni; loo msebenzi wenziwa ngentumekelelo wenza inkqubela ezandleni zabo.