Nehemiya 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Elinye icandelo elilinganisiweyo lalilungiswa nguMalekiya unyana kaHarim+ noHashubhi unyana kaPahati-mowabhi,+ kwaneNqaba yeZiko Lokosa.+
11 Elinye icandelo elilinganisiweyo lalilungiswa nguMalekiya unyana kaHarim+ noHashubhi unyana kaPahati-mowabhi,+ kwaneNqaba yeZiko Lokosa.+