1 Kronike 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Bonke abo bakhethwayo njengabagcini-masango ngasembundwini wocango babengamakhulu amabini aneshumi elinesibini. Babebhaliwe+ ngokwemilibo yokuzalwa+ kwabo emizini yabo. Aba bamiselwa nguDavide+ nanguSamuweli imboni+ kwisigxina sabo sentembeko.+
22 Bonke abo bakhethwayo njengabagcini-masango ngasembundwini wocango babengamakhulu amabini aneshumi elinesibini. Babebhaliwe+ ngokwemilibo yokuzalwa+ kwabo emizini yabo. Aba bamiselwa nguDavide+ nanguSamuweli imboni+ kwisigxina sabo sentembeko.+