Duteronomi 23:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 ngenxa yokuba abazange banincede+ ngokuninika isonka namanzi endleleni ekuphumeni kwenu eYiputa,+ nangenxa yokuba bakuqeshela uBhileham unyana kaBhehore wasePetore eMesopotamiya ukuba akuqalekise.+
4 ngenxa yokuba abazange banincede+ ngokuninika isonka namanzi endleleni ekuphumeni kwenu eYiputa,+ nangenxa yokuba bakuqeshela uBhileham unyana kaBhehore wasePetore eMesopotamiya ukuba akuqalekise.+