Numeri 18:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngokuba isishumi soonyana bakaSirayeli, abasinikela kuYehova njengomnikelo, ndisinike abaLevi njengelifa. Kungenxa yoko ndithe kubo, ‘Abafanele bafumane lifa phakathi koonyana bakaSirayeli.’”+
24 Ngokuba isishumi soonyana bakaSirayeli, abasinikela kuYehova njengomnikelo, ndisinike abaLevi njengelifa. Kungenxa yoko ndithe kubo, ‘Abafanele bafumane lifa phakathi koonyana bakaSirayeli.’”+