Eksodus 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Le nyanga yoba sisiqalo seenyanga kuni. Iya kuba yeyokuqala ezinyangeni zonyaka kuni.+ Eksodus 34:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Umthendeleko wamaqebengwana angenagwele uze uwugcine.+ Uya kudla amaqebengwana angenagwele, kanye njengoko ndakuyalelayo, iintsuku zibe sixhenxe ngexesha elimisiweyo, ngenyanga enguAbhibhi,+ kuba waphuma eYiputa ngenyanga enguAbhibhi.
18 “Umthendeleko wamaqebengwana angenagwele uze uwugcine.+ Uya kudla amaqebengwana angenagwele, kanye njengoko ndakuyalelayo, iintsuku zibe sixhenxe ngexesha elimisiweyo, ngenyanga enguAbhibhi,+ kuba waphuma eYiputa ngenyanga enguAbhibhi.