Genesis 41:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Wasuka uFaro wawukhulula umsesane wakhe wokutywina+ esandleni sakhe, wawufaka esandleni sikaYosefu waza wamambesa isambatho selinen ecikizekileyo, wafaka nentsimbi yomqala yegolide entanyeni yakhe.+ Estere 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wandula ke ukumkani wawushenxisa umsesane wakhe wokutywina+ awayewuthabathe kuHaman, wawunika uMordekayi; waza uEstere waya kumbeka uMordekayi endlwini kaHaman.+ Daniyeli 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kwaziswa ilitye, labekwa emlonyeni womhadi, waza ukumkani walitywina ngomsesane wakhe wokutywina nangomsesane wokutywina wezihandiba zakhe, khon’ ukuze imeko kaDaniyeli ingabi nakuguqulwa.+
42 Wasuka uFaro wawukhulula umsesane wakhe wokutywina+ esandleni sakhe, wawufaka esandleni sikaYosefu waza wamambesa isambatho selinen ecikizekileyo, wafaka nentsimbi yomqala yegolide entanyeni yakhe.+
2 Wandula ke ukumkani wawushenxisa umsesane wakhe wokutywina+ awayewuthabathe kuHaman, wawunika uMordekayi; waza uEstere waya kumbeka uMordekayi endlwini kaHaman.+
17 Kwaziswa ilitye, labekwa emlonyeni womhadi, waza ukumkani walitywina ngomsesane wakhe wokutywina nangomsesane wokutywina wezihandiba zakhe, khon’ ukuze imeko kaDaniyeli ingabi nakuguqulwa.+