Numeri 24:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Amanzi ahlala ethontsiza kwiiemele zakhe zezikhumba,Imbewu yakhe ingasemanzini amaninzi.+Ukumkani wakhe+ uya kuphakama ngakumbi kunoAgagi,+Nobukumkani bakhe buya kuphakanyiswa.+ 1 Samuweli 15:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wabamba noAgagi+ ukumkani ka-Amaleki ephila, yaye bonke abanye abantu wabatshabalalisa ngohlangothi lwekrele.+
7 Amanzi ahlala ethontsiza kwiiemele zakhe zezikhumba,Imbewu yakhe ingasemanzini amaninzi.+Ukumkani wakhe+ uya kuphakama ngakumbi kunoAgagi,+Nobukumkani bakhe buya kuphakanyiswa.+
8 Wabamba noAgagi+ ukumkani ka-Amaleki ephila, yaye bonke abanye abantu wabatshabalalisa ngohlangothi lwekrele.+