IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 21:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Noko ke, uRitspa intombi ka-Aya+ wathabatha irhonya+ waza wazanekela lona eliweni ukususela ekuqaleni kokuvuna kwada kwagaleleka amanzi phezu kwabo evela emazulwini;+ yaye wayengazivumeli iintaka+ zezulu ukuba zihlale phezu kwabo emini namarhamncwa asendle+ ngobusuku.

  • Isaya 58:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngaba ukuzila endikunyulayo kufanele kube nje, njengomhla wokuba umntu wasemhlabeni axhwalekise umphefumlo wakhe?+ Wokuba athokombise intloko kanye njengomzi, nokuba andlale irhonya nothuthu ngokungathi sisingqengqelo sakhe?+ Yile nto na le niyibiza ngokuba kukuzila nomhla owamkelekileyo kuYehova?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share