INdumiso 27:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nangona kuya kumiswa inkampu nxamnye nam,+Intliziyo yam ayiyi koyika.+Nangona kuya kuvuka imfazwe nxamnye nam,+Kwanangoko ndiya kukholosa.+ INdumiso 139:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Andibathiyanga na abo bakuthiya kakhulu, Yehova,+Yaye andiziva ndizothekile na ngabo bakuvukelayo?+ INdumiso 139:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ndibathiya ngentiyo epheleleyo.+Kum babe ziintshaba zokwenene.+ Mateyu 10:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kwaye ningaboyiki+ abo babulala umzimba kodwa bengenako ukubulala umphefumlo; kodwa kunoko yoyikani lowo+ unako ukutshabalalisa kokubini umphefumlo nomzimba eGehena.+
3 Nangona kuya kumiswa inkampu nxamnye nam,+Intliziyo yam ayiyi koyika.+Nangona kuya kuvuka imfazwe nxamnye nam,+Kwanangoko ndiya kukholosa.+
21 Andibathiyanga na abo bakuthiya kakhulu, Yehova,+Yaye andiziva ndizothekile na ngabo bakuvukelayo?+
28 Kwaye ningaboyiki+ abo babulala umzimba kodwa bengenako ukubulala umphefumlo; kodwa kunoko yoyikani lowo+ unako ukutshabalalisa kokubini umphefumlo nomzimba eGehena.+