8 Ukuba ndikholekile emehlweni kakumkani+ yaye ukuba kubonakala kulungile kukumkani ukuba andinike isibongozo sam aze asebenze ngesicelo sam, ukumkani makeze noHaman kwisidlo endiya kubenzela sona ngomso, kwaye ngomso ndiya kwenza ngokwelizwi likakumkani.”+