IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Estere 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ukuba kubonakala kulungile kukumkani, makubhalwe ukuba batshatyalaliswe; yaye ndiya kuhlawula iitalente zesilivere ezilishumi lamawaka+ ezandleni zabo benza lo msebenzi+ ngokuyizisa kwindawo yokugcina ubuncwane bukakumkani.”

  • Estere 4:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Wandula ke uMordekayi wamxelela ngazo zonke izinto ezazimehlele+ nengxelo echanileyo yemali awayethe uHaman uza kuyihlawula kwindawo yokugcina ubuncwane bukakumkani+ nxamnye namaYuda, ukuze awatshabalalise.+

  • Estere 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Wamnika umbhalo+ okhutshelweyo womthetho owawuwiswe eShushan+ ukuba mababhujiswe ukuba awubonise uEstere nokuba amxelele aze ambekele umyalelo+ ukuba aye kukumkani acele ubabalo kuye+ abacelele ngokungqalileyo phambi kwakhe abantu bakowabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share