Estere 9:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kungenxa yoko le nto amaYuda elo lizwe, awayengabemi kwizixeko zezithili ezisemaphandleni, ayewenza umhla weshumi elinesine wenyanga enguAdare+ ube ngowemihlali+ nowesidlo, umhla olungileyo+ nowokuthumelelana izahlulo.+ Luka 11:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ngoko ke, khangelani! ukuba ninikela ngezinto ezingaphakathi njengezipho zenceba,+ zonke ezinye izinto ziya kuhlambuluka kuni.
19 Kungenxa yoko le nto amaYuda elo lizwe, awayengabemi kwizixeko zezithili ezisemaphandleni, ayewenza umhla weshumi elinesine wenyanga enguAdare+ ube ngowemihlali+ nowesidlo, umhla olungileyo+ nowokuthumelelana izahlulo.+
41 Ngoko ke, khangelani! ukuba ninikela ngezinto ezingaphakathi njengezipho zenceba,+ zonke ezinye izinto ziya kuhlambuluka kuni.