Eksodus 19:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaye uYehova wahlabela mgama wathi kuMoses: “Yiya ebantwini, ubangcwalise namhlanje nangomso, bazihlambe iingubo zabo zokwaleka.+ 1 Samuweli 16:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wathi yena: “Kuthetha uxolo. Isizathu sokuza kwam kukubingelela kuYehova. Zingcwaliseni,+ yaye nimele nize nam embingelelweni.” Wandula ke wangcwalisa uYese noonyana bakhe, emva koko wababizela embingelelweni.
10 Kwaye uYehova wahlabela mgama wathi kuMoses: “Yiya ebantwini, ubangcwalise namhlanje nangomso, bazihlambe iingubo zabo zokwaleka.+
5 Wathi yena: “Kuthetha uxolo. Isizathu sokuza kwam kukubingelela kuYehova. Zingcwaliseni,+ yaye nimele nize nam embingelelweni.” Wandula ke wangcwalisa uYese noonyana bakhe, emva koko wababizela embingelelweni.