IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 1:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 1 Ekuqaleni+ uThixo+ wadala+ amazulu nomhlaba.+

  • Nehemiya 9:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Wena unguYehova wedwa;+ wena wenze amazulu,+ kwanezulu lamazulu, nawo wonke umkhosi wawo,+ umhlaba+ nako konke okuphezu kwawo,+ iilwandle+ nako konke okukuzo;+ yaye zonke uzigcine ziphila; kwaye umkhosi+ wamazulu uqubuda kuwe.

  • INdumiso 104:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Useke umhlaba phezu kweendawo omiswe kuzo;+

      Awuyi kushukunyiswa ukusa kwixesha elingenammiselo, okanye nangonaphakade.+

  • INdumiso 136:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 KuLowo utwabulula umhlaba phezu kwamanzi:+

      Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+

  • IMizekeliso 8:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 ekumiseleni kwakhe ulwandle ummiselo ukuba amanzi afanele angawugqithi umyalelo wakhe,+ ekumiseleni kwakhe iziseko zehlabathi,+

  • Hebhere 1:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Nokuthi: “Ekuqaleni, wena Nkosi, wabeka iziseko zomhlaba ngokwawo, namazulu ayimisebenzi yezandla zakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share