Genesis 8:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Yaye uNowa wamakhela isibingelelo+ uYehova waza wathabatha kwizilo zonke ezihlambulukileyo+ nakwizidalwa zonke eziphaphazelayo+ ezihlambulukileyo, wenza iminikelo etshiswayo esibingelelweni+ eso. Genesis 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kamva wasuka apho waya kummandla weentaba ongakwimpuma yeBheteli+ waza wamisa intente yakhe, iBheteli ingasentshona, iAyi+ yona ingasempuma. Waza ke wamakhela khona isibingelelo uYehova,+ wabiza egameni likaYehova.+
20 Yaye uNowa wamakhela isibingelelo+ uYehova waza wathabatha kwizilo zonke ezihlambulukileyo+ nakwizidalwa zonke eziphaphazelayo+ ezihlambulukileyo, wenza iminikelo etshiswayo esibingelelweni+ eso.
8 Kamva wasuka apho waya kummandla weentaba ongakwimpuma yeBheteli+ waza wamisa intente yakhe, iBheteli ingasentshona, iAyi+ yona ingasempuma. Waza ke wamakhela khona isibingelelo uYehova,+ wabiza egameni likaYehova.+