IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 21:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Uyini na uSomandla, le nto sifanele simkhonze,+

      Yaye singenelwa njani kuba sinxulumene naye?’+

  • Yobhi 33:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kutheni ukuze usukuzane naye,+

      Kuba onke amazwi akho akawaphenduli?+

  • Isaya 45:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yeha ke lowo usukuzene noMyili wakhe,+ njengeceba lengqayi namanye amaceba eengqayi zodongwe! Lungatsho na udongwe+ kumbumbi walo ukuthi: “Wenza ntoni na?” Noko ukufezileyo ukuthi: “Akanazandla”?

  • ISityhilelo 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Zona ke izidalwa eziphilayo ezine,+ ngasinye sazo sinamaphiko amathandathu;+ zizele ngamehlo+ azijikelezileyo nangaphantsi. Kwaye aziphumli imini nobusuku njengoko zisithi: “Ungcwele, ungcwele, ungcwele uYehova+ uThixo, uSomandla,+ lowo wayekho nokhoyo+ nozayo.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share