IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 13:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Noko ke, mna ndiya kuthetha kuSomandla,+

      Yaye ndiya kuyoliswa kukuxoxa noThixo.

  • Yobhi 23:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Bendiya kuzisa phambi kwakhe ityala,

      Ndize umlomo wam ndiwuzalise ngeengxoxo zokuziphendulela;

  • Yobhi 31:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Owu akwaba bendinothile wokundiphulaphula,+

      Ukuze ngokuvumelana nomqondiso wam uSomandla andiphendule!+

      Okanye ukuba umntu omangalelene nam ebebhale uxwebhu!

  • Roma 9:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ngoko ke uya kuthi kum: “Kutheni na ke esahlaba amadlala nje? Kuba ngubani na onokuma nxamnye nokuthanda kwakhe okucacileyo?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share