INdumiso 135:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yonk’ into uYehova ayoliswe kukuyenza uyenzile+Emazulwini nasemhlabeni, kwiilwandle nasemanzini onke anzongonzongo.+ Isaya 55:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+
6 Yonk’ into uYehova ayoliswe kukuyenza uyenzile+Emazulwini nasemhlabeni, kwiilwandle nasemanzini onke anzongonzongo.+
11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+