IMizekeliso 24:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba ilungisa lisenokuwa kasixhenxe, yaye ngokuqinisekileyo liya kuvuka;+ kodwa abangendawo baya kwenziwa bakhubeke ngentlekele.+
16 Kuba ilungisa lisenokuwa kasixhenxe, yaye ngokuqinisekileyo liya kuvuka;+ kodwa abangendawo baya kwenziwa bakhubeke ngentlekele.+