Genesis 14:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwaye wayibuyisa yonke impahla,+ wabuyisa kwanoLote umntakwabo nempahla yakhe kwanabafazi nabantu.+
16 Kwaye wayibuyisa yonke impahla,+ wabuyisa kwanoLote umntakwabo nempahla yakhe kwanabafazi nabantu.+