Yobhi 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yeka ukumondela ukuze afumane ukuphumla,+De afumane uyolo njengoko umqeshwa elufumana ngemini yakhe. INdumiso 39:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Owu Yehova, ndibangele ndisazi isiphelo sam,+Nomlinganiselo weentsuku zam—uyintoni na,+Ukuze ndazi ukuba bufutshane kangakanani na ubomi bam.+
6 Yeka ukumondela ukuze afumane ukuphumla,+De afumane uyolo njengoko umqeshwa elufumana ngemini yakhe.
4 “Owu Yehova, ndibangele ndisazi isiphelo sam,+Nomlinganiselo weentsuku zam—uyintoni na,+Ukuze ndazi ukuba bufutshane kangakanani na ubomi bam.+