Yobhi 30:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ulusu lwam lufe mnyama+ lwaza lwawa kum,Namathambo am atshisa ngenxa yokoma.