Yobhi 3:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kutheni kukho abo balinde ukufa, kube kungekho,+Nangona beqhubeka bekumba ngaphezu kobuncwane obufihliweyo? ISityhilelo 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngaloo mihla abantu baya kukufuna ukufa,+ bangakufumani, baya kukunqwenela ukufa, kusuke ukufa kusabe kubo.
21 Kutheni kukho abo balinde ukufa, kube kungekho,+Nangona beqhubeka bekumba ngaphezu kobuncwane obufihliweyo?
6 Ngaloo mihla abantu baya kukufuna ukufa,+ bangakufumani, baya kukunqwenela ukufa, kusuke ukufa kusabe kubo.