INdumiso 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Uyintoni na umntu ofayo+ le nto umkhumbulayo,+Nonyana womntu wasemhlabeni le nto umnyamekelayo?+ INdumiso 103:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yena ke umntu ofayo, imihla yakhe injengaleyo yengca eluhlaza;+Indlela atyatyamba ngayo injengeyentyatyambo yasendle.+ INdumiso 144:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Owu Yehova, uyintoni na umntu le nto umphawulayo,+Unyana womntu ofayo+ le nto umgqalayo? Hebhere 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa kunjengokuba kunikelwe ubungqina kwathiwa: “Uyintoni na umntu le nto umkhumbulayo,+ okanye unyana womntu le nto umnyamekelayo?+
15 Yena ke umntu ofayo, imihla yakhe injengaleyo yengca eluhlaza;+Indlela atyatyamba ngayo injengeyentyatyambo yasendle.+
6 Kodwa kunjengokuba kunikelwe ubungqina kwathiwa: “Uyintoni na umntu le nto umkhumbulayo,+ okanye unyana womntu le nto umnyamekelayo?+