Daniyeli 4:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+ Roma 9:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Owu mntundini,+ xa ungubani wena ngokwenene, ukuba ungade uphendulane noThixo?+ Inako kusini na into exonxiweyo ukuthi kulowo uyixonxileyo, “Kutheni undenze ngale ndlela nje?”+
35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+
20 Owu mntundini,+ xa ungubani wena ngokwenene, ukuba ungade uphendulane noThixo?+ Inako kusini na into exonxiweyo ukuthi kulowo uyixonxileyo, “Kutheni undenze ngale ndlela nje?”+