Yeremiya 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “‘Kodwa nokuba ungahlamba ngealkali uze uthabathele kuwe izixa ezininzi zesoda,+ ngokuqinisekileyo isiphoso sakho besiya kuba kukudyobheka phambi kwam,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova. Malaki 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Kodwa ngubani na oya kuyinyamezela imini yokuza kwakhe,+ yaye ngubani na oya kuma xa ebonakala?+ Kuba uya kuba njengomlilo womsulungekisi+ nanjengesoda+ yomcoci weempahla.+
22 “‘Kodwa nokuba ungahlamba ngealkali uze uthabathele kuwe izixa ezininzi zesoda,+ ngokuqinisekileyo isiphoso sakho besiya kuba kukudyobheka phambi kwam,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.
2 “Kodwa ngubani na oya kuyinyamezela imini yokuza kwakhe,+ yaye ngubani na oya kuma xa ebonakala?+ Kuba uya kuba njengomlilo womsulungekisi+ nanjengesoda+ yomcoci weempahla.+