Yobhi 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Mayihlangulwe bubumnyama nethunzi elimnyama.Phezu kwayo makuhlale ilifu lemvula.Izinto ezenza mnyama imini maziyinkwantyise.+ Yobhi 38:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngaba amasango okufa+ atyhiliwe kuwe,Okanye ngaba unokuwabona amasango ethunzi elimnyama?+ INdumiso 23:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nangona ndihamba kwintlambo yethunzi elimnyama,+Andoyiki nto imbi,+Kuba unam wena;+Intonga yakho nomsimelelo wakho ziyandithuthuzela.+ INdumiso 88:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Uya kwaziwa na ebumnyameni ummangaliso wakho,+Okanye ubulungisa bakho kwilizwe lokulibala na?+ INtshumayeli 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Konke esikufumanayo ukuba sikwenze isandla sakho kwenze ngamandla akho onke,+ kuba akukho msebenzi nakuyila nakwazi+ nakulumka+ eShiyol,+ kwindawo oya kuyo.+
5 Mayihlangulwe bubumnyama nethunzi elimnyama.Phezu kwayo makuhlale ilifu lemvula.Izinto ezenza mnyama imini maziyinkwantyise.+
4 Nangona ndihamba kwintlambo yethunzi elimnyama,+Andoyiki nto imbi,+Kuba unam wena;+Intonga yakho nomsimelelo wakho ziyandithuthuzela.+
10 Konke esikufumanayo ukuba sikwenze isandla sakho kwenze ngamandla akho onke,+ kuba akukho msebenzi nakuyila nakwazi+ nakulumka+ eShiyol,+ kwindawo oya kuyo.+