IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 8:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Emva koko uThixo wamkhumbula+ uNowa nawo onke amarhamncwa nazo zonke izilwanyana zasekhaya ezazikunye naye emkhombeni,+ waza uThixo wabangela ukuba kudlule umoya phezu komhlaba, aza amanzi aqalisa ukuwutha.+

  • Eksodus 14:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Wasolula uMoses isandla sakhe phezu kolwandle;+ waza walwenza uYehova lwabuyela umva ulwandle ngomoya onamandla wasempuma ubusuku bonke, waluguqula lwaba ngumhlaba owomileyo ulwandle,+ ahlukana amanzi.+

  • Nahum 1:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ukhalimela ulwandle,+ yaye uyalomisa; kwaye yonke imilambo uyayomisa.+

      IBhashan neKarmele zibunile,+ neentyatyambo zaseLebhanon zibunile.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share