Duteronomi 28:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wophuthaphutha emini emaqanda, njengemfama iphuthaphutha esithokothokweni,+ ungabi nampumelelo ezindleleni zakho; uya kuba lixhoba lokuqhathwa nokuphangwa, kungabikho bani ukusindisayo.+ 1 Yohane 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa lowo umthiyileyo umzalwana wakhe usebumnyameni yaye uhamba ebumnyameni,+ akazi nalapho aya khona,+ kuba ubumnyama buwamfamekisile amehlo akhe.
29 Wophuthaphutha emini emaqanda, njengemfama iphuthaphutha esithokothokweni,+ ungabi nampumelelo ezindleleni zakho; uya kuba lixhoba lokuqhathwa nokuphangwa, kungabikho bani ukusindisayo.+
11 Kodwa lowo umthiyileyo umzalwana wakhe usebumnyameni yaye uhamba ebumnyameni,+ akazi nalapho aya khona,+ kuba ubumnyama buwamfamekisile amehlo akhe.