IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 39:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Khangela! Iintsuku zam uzenze zambalwa;+

      Nobude bobomi bam abunto phambi kwakho.+

      Ngokuqinisekileyo bonke abantu basemhlabeni, nangona bemi ngokuqinileyo, bangumphunga nje kuphela.+ Seʹlah.

  • INdumiso 90:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Imihla yeminyaka yethu yiminyaka engamashumi asixhenxe;+

      Yaye ukuba ithe ngenxa yamandla akhethekileyo yangamashumi asibhozo,+

      Ukuzingisa kwayo kusenkathazweni nakwizinto ezenzakalisayo;+

      Kuba imele idlule ngokukhawuleza, siphaphazele simke.+

  • Yakobi 4:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 kanti anikwazi oko ubomi benu buya kuba kuko ngomso.+ Kuba nifana nje nenkungu ebonakala okwethutyana ize ithi shwaka.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share