9 Ngoko uYakobi wathi kuFaro: “Iintsuku zeminyaka yokuhlala kwam njengomphambukeli zilikhulu elinamashumi amathathu eminyaka.+ Zimbalwa kwaye zizele kukubandezeleka iintsuku zeminyaka yobomi bam,+ yaye azifikanga kwiintsuku zeminyaka yobomi boobawo ngemihla yokuhlala kwabo njengabaphambukeli.”+