Genesis 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 UAdam waphila iminyaka elikhulu elinamashumi amathathu. Wazala unyana ngokufana naye, ngokomfanekiso wakhe, waza wambiza ngegama elinguSete.+ INdumiso 51:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Khangela! Ngenimba ndazalelwa esiphosweni,+Yaye uma wandikhawulela esonweni.+ Yohane 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Oko kuzelwe yinyama kuyinyama, noko kuzelwe ngumoya kungumoya.+ Roma 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngenxa yoko, kanye njengokuba isono sangena ngamntu mnye+ ehlabathini nokufa+ ngaso isono, ngaloo ndlela ukufa kwasasazeka kubo bonke abantu ngenxa yokuba bonke bonayo+—.
3 UAdam waphila iminyaka elikhulu elinamashumi amathathu. Wazala unyana ngokufana naye, ngokomfanekiso wakhe, waza wambiza ngegama elinguSete.+
12 Ngenxa yoko, kanye njengokuba isono sangena ngamntu mnye+ ehlabathini nokufa+ ngaso isono, ngaloo ndlela ukufa kwasasazeka kubo bonke abantu ngenxa yokuba bonke bonayo+—.