1 Kumkani 22:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kwaye uYehova wathi, ‘Ngubani na oya kumqhatha uAhabhi, ukuba anyuke aze aye kuwa eRamoti-giliyadi?’ Yaye lo waqalisa ukuthetha wenjenje, ngoxa lowa wayethetha esenjenjeya.+ IMizekeliso 8:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 ngoko ndandisecaleni kwakhe njengomsebénzi onobuchule,+ yaye wayendithanda ngokukhethekileyo+ imihla ngemihla, ndichulumanca phambi kwakhe amaxesha onke,+ Amosi 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba iNkosi enguMongami uYehova ayiyi kwenza nto ngaphandle kokuba iwutyhilile umcimbi wayo oyimfihlo kubakhonzi bayo abaprofeti.+
20 Kwaye uYehova wathi, ‘Ngubani na oya kumqhatha uAhabhi, ukuba anyuke aze aye kuwa eRamoti-giliyadi?’ Yaye lo waqalisa ukuthetha wenjenje, ngoxa lowa wayethetha esenjenjeya.+
30 ngoko ndandisecaleni kwakhe njengomsebénzi onobuchule,+ yaye wayendithanda ngokukhethekileyo+ imihla ngemihla, ndichulumanca phambi kwakhe amaxesha onke,+
7 Kuba iNkosi enguMongami uYehova ayiyi kwenza nto ngaphandle kokuba iwutyhilile umcimbi wayo oyimfihlo kubakhonzi bayo abaprofeti.+