2 Samuweli 12:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 UDavide ke wamfuna uTHIXO oyinyaniso ngenxa yenkwenkwe leyo, yaye uDavide waqhubeka ezila ukutya ngokungqongqo+ waza wangena wachitha ubusuku elele phantsi emhlabeni.+ Isaya 3:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Aya kuzila+ amasango akho, avakalise usizi, kukhuculwe konke okukuwe. Uya kuhlala bhaxa phantsi emhlabeni.”+ Mateyu 26:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Waya ngaphambili umganyana, wawa ngobuso, wathandaza+ esithi: “Bawo, ukuba kunokwenzeka, mayidlule le ndebe+ kum. Kanti, kungekhona ngokuthanda kwam,+ kodwa ngokuthanda kwakho.”+
16 UDavide ke wamfuna uTHIXO oyinyaniso ngenxa yenkwenkwe leyo, yaye uDavide waqhubeka ezila ukutya ngokungqongqo+ waza wangena wachitha ubusuku elele phantsi emhlabeni.+
26 Aya kuzila+ amasango akho, avakalise usizi, kukhuculwe konke okukuwe. Uya kuhlala bhaxa phantsi emhlabeni.”+
39 Waya ngaphambili umganyana, wawa ngobuso, wathandaza+ esithi: “Bawo, ukuba kunokwenzeka, mayidlule le ndebe+ kum. Kanti, kungekhona ngokuthanda kwam,+ kodwa ngokuthanda kwakho.”+