Yobhi 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngako oko uYehova wathi kuSathana: “Khangela! Yonke into anayo isesandleni sakho. Kuphela nje uze ungasoluleli kuye isandla sakho!” Ngoko uSathana waphuma wemka phambi kukaYehova.+ Yobhi 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Esathetha lowo kwafika omnye waza wathi: “AmaKhaledi+ enze amabutho amathathu aza onda ngeenkamela azithabatha, aza abalindi abaxabela ngohlangothi lwekrele; kwasinda mna, mna ndedwa, ukuza kukuxelela.”
12 Ngako oko uYehova wathi kuSathana: “Khangela! Yonke into anayo isesandleni sakho. Kuphela nje uze ungasoluleli kuye isandla sakho!” Ngoko uSathana waphuma wemka phambi kukaYehova.+
17 Esathetha lowo kwafika omnye waza wathi: “AmaKhaledi+ enze amabutho amathathu aza onda ngeenkamela azithabatha, aza abalindi abaxabela ngohlangothi lwekrele; kwasinda mna, mna ndedwa, ukuza kukuxelela.”