INdumiso 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndityhafile kukuncwina kwam;+Ubusuku bonke ndiyasidadisa isingqengqelo sam;+Umandlalo wam ndiwenza uphuphume iinyembezi zam.+ INdumiso 31:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndibabale, Yehova, ngokuba ndisezingxakini ezinkulu.+Iliso lam libuthathaka ngenxa yengqumbo,+ umphefumlo wam nesisu sam.+ IZililo 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ndingumfazi olilayo ngenxa yezi zinto.+ Iliso lam, iliso lam lihla amanzi.+Kuba umthuthuzeli ukude kum, uthile wokuhlaziya umphefumlo wam.Oonyana bam baphanzile,+ kuba utshaba luzigwagwisile.+
6 Ndityhafile kukuncwina kwam;+Ubusuku bonke ndiyasidadisa isingqengqelo sam;+Umandlalo wam ndiwenza uphuphume iinyembezi zam.+
9 Ndibabale, Yehova, ngokuba ndisezingxakini ezinkulu.+Iliso lam libuthathaka ngenxa yengqumbo,+ umphefumlo wam nesisu sam.+
16 Ndingumfazi olilayo ngenxa yezi zinto.+ Iliso lam, iliso lam lihla amanzi.+Kuba umthuthuzeli ukude kum, uthile wokuhlaziya umphefumlo wam.Oonyana bam baphanzile,+ kuba utshaba luzigwagwisile.+