IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 UYehova wahlabela mgama wathi kuSathana: “Uyibhekisile na intliziyo yakho kumkhonzi wam uYobhi, ukuba akukho bani unjengaye emhlabeni,+ indoda engenakusoleka+ nethe tye,+ eyoyika uThixo+ nephambukayo ebubini?”+

  • INdumiso 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Kuba uYehova uyayazi indlela yamalungisa,+

      Kodwa indlela yabangendawo iya kutshitsha.+

  • INdumiso 139:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 139 Owu Yehova, undigocagocile, yaye uyandazi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share