INdumiso 139:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukuba ndinganyukela ezulwini, ubuya kuba lapho;+Nokuba ndingandlala isingqengqelo sam eShiyol, khangela! ubuya kuba lapho.+ Hebhere 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+
8 Ukuba ndinganyukela ezulwini, ubuya kuba lapho;+Nokuba ndingandlala isingqengqelo sam eShiyol, khangela! ubuya kuba lapho.+
13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+