Genesis 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wahlabela mgama ke uThixo wathi: “Umhlaba mawuhlume ingca, utyani obuvelisa imbewu,+ imithi yeziqhamo evelisa iziqhamo ngohlobo lwayo,+ embewu yayo ekuyo,+ emhlabeni.” Kwaza kwaba njalo. INdumiso 104:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Uhlumisela izilo ingca eluhlaza,+Notyani ukuze kuncedwe uluntu,+Ukuba kuphume ukutya emhlabeni,+
11 Wahlabela mgama ke uThixo wathi: “Umhlaba mawuhlume ingca, utyani obuvelisa imbewu,+ imithi yeziqhamo evelisa iziqhamo ngohlobo lwayo,+ embewu yayo ekuyo,+ emhlabeni.” Kwaza kwaba njalo.