IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 16:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Uze uzimisele abagwebi+ namagosa+ phakathi kwawo onke amasango owanikwe nguYehova uThixo wakho ngokwezizwe zakho, bagwebe abantu ngobulungisa.

  • Rute 4:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ke yena uBhohazi, waya esangweni+ waza wahlala apho. Kwaye nanko, umhlawuleli edlula, lowo uBhohazi wayemkhankanyile.+ Waza wathi: “Khawujike, uze uhlale phantsi apha, Zibani-bani.” Ngenxa yoko wajika waza wahlala phantsi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share