INdumiso 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngokuqinisekileyo uya kuba njengomthi otyalwe ngakwimisinga yamanzi,+Onika isiqhamo sawo ngexesha lawo+Nonamahlamvu angabuniyo,+Yaye konke akwenzayo kuya kuphumelela.+ Yeremiya 17:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngokuqinisekileyo iya kuba njengomthi otyalwe ngasemanzini, othumela iingcambu zawo ngasemfuleni; kwaye ayiyi kukubona ukufika kobushushu, kodwa okunene amahlamvu ayo aya kunaba.+ Nangonyaka wembalela+ ayiyi kuba nexhala, ingayeki nokuvelisa isiqhamo.
3 Ngokuqinisekileyo uya kuba njengomthi otyalwe ngakwimisinga yamanzi,+Onika isiqhamo sawo ngexesha lawo+Nonamahlamvu angabuniyo,+Yaye konke akwenzayo kuya kuphumelela.+
8 Ngokuqinisekileyo iya kuba njengomthi otyalwe ngasemanzini, othumela iingcambu zawo ngasemfuleni; kwaye ayiyi kukubona ukufika kobushushu, kodwa okunene amahlamvu ayo aya kunaba.+ Nangonyaka wembalela+ ayiyi kuba nexhala, ingayeki nokuvelisa isiqhamo.