Yeremiya 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuqinisekileyo iya kuba njengomthi omi wodwa ethafeni eliyinkqantosi kwaye ayiyi kukubona ukufika koko kulungileyo;+ kodwa imele ihlale ezindaweni ezibharhileyo entlango, kwilizwe letyuwa elingenabemi.+
6 Ngokuqinisekileyo iya kuba njengomthi omi wodwa ethafeni eliyinkqantosi kwaye ayiyi kukubona ukufika koko kulungileyo;+ kodwa imele ihlale ezindaweni ezibharhileyo entlango, kwilizwe letyuwa elingenabemi.+