IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 49:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Abo bakholose ngobuncwane babo,+

      Nabaqhubeka beqhayisa ngobuninzi bobutyebi babo,+

  • IMizekeliso 11:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Okholosa ngobutyebi bakhe—uya kuwa;+ kodwa kanye njengamahlamvu amalungisa aya kuchuma.+

  • 1 Timoti 6:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Bayale abo bazizityebi+ kule nkqubo yezinto ukuba bangaziphakamisi,+ bangathembeli kubutyebi obungaqinisekanga,+ kodwa mabathembele kuThixo, osinika zonke izinto ngokobutyebi ukuze sizinandiphe;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share