1 Kumkani 21:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwathi kamsinya nje akuba uIzebhele evile ukuba uNabhoti uxulutywe wada wafa, ngoko nangoko uIzebhele wathi kuAhabhi: “Phakama, uzithabathele isidiliya sikaNabhoti umYizereli,+ awalayo ukukunika ngemali; kuba uNabhoti akasaphili, kodwa ufile.”
15 Kwathi kamsinya nje akuba uIzebhele evile ukuba uNabhoti uxulutywe wada wafa, ngoko nangoko uIzebhele wathi kuAhabhi: “Phakama, uzithabathele isidiliya sikaNabhoti umYizereli,+ awalayo ukukunika ngemali; kuba uNabhoti akasaphili, kodwa ufile.”