Yobhi 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Oku ukwenza nangona usazi ukuba andenzanga nto iphosakeleyo,+Yaye akukho namnye uhlangulayo esandleni sakho?+ Yobhi 16:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Nangona kungekho lugonyamelo ezintendeni zezandla zam,Nomthandazo wam umsulwa.+ Yobhi 34:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba uYobhi uthe, ‘Ngokuqinisekileyo ndilungile,+Kodwa uThixo uwujikile umgwebo wam.+
7 Oku ukwenza nangona usazi ukuba andenzanga nto iphosakeleyo,+Yaye akukho namnye uhlangulayo esandleni sakho?+