INdumiso 84:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Owu Yehova wemikhosi, unoyolo umntu okholosa ngawe.+ INdumiso 94:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa uYehova uya kuba yindawo yam ephakamileyo enqabisekileyo,+UThixo wam abe liliwa lokusabela kwam.+
22 Kodwa uYehova uya kuba yindawo yam ephakamileyo enqabisekileyo,+UThixo wam abe liliwa lokusabela kwam.+