Isaya 58:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 uya kwandula uyoliswe ngokugqibeleleyo nguYehova,+ yaye ndiya kukukhwelisa kwiindawo eziphakamileyo zomhlaba;+ kwaye ndiya kukudlisa kwilifa likaYakobi ukhokho wakho,+ kuba umlomo kaYehova ukuthethile oko.”+
14 uya kwandula uyoliswe ngokugqibeleleyo nguYehova,+ yaye ndiya kukukhwelisa kwiindawo eziphakamileyo zomhlaba;+ kwaye ndiya kukudlisa kwilifa likaYakobi ukhokho wakho,+ kuba umlomo kaYehova ukuthethile oko.”+