Yobhi 27:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ukuba oonyana bakhe baba baninzi, kukwenzela ikrele;+Yaye inzala yakhe ayiyi kuba nokutya okwaneleyo. INdumiso 55:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa wena ke, Thixo, uya kubehlisela kowona mhadi usezantsi.+Ke abantu abanetyala legazi nabanenkohliso, abayi kuphila nesiqingatha semihla yabo.+Mna ke, ndiya kukholosa ngawe.+ 2 Petros 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+
14 Ukuba oonyana bakhe baba baninzi, kukwenzela ikrele;+Yaye inzala yakhe ayiyi kuba nokutya okwaneleyo.
23 Kodwa wena ke, Thixo, uya kubehlisela kowona mhadi usezantsi.+Ke abantu abanetyala legazi nabanenkohliso, abayi kuphila nesiqingatha semihla yabo.+Mna ke, ndiya kukholosa ngawe.+
9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+