IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 17:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ke yena uAhitofele, wabona ukuba kwakungenziwanga ngecebo lakhe,+ yaye wafaka isali e-esileni, wesuka ke waza waya endlwini yakhe kwisixeko sakowabo.+ Wandula ke wanikela imiyalelo kwindlu yakhe+ waza wazikrwitsha+ waba ngaloo ndlela uyafa.+ Ngoko wangcwatyelwa+ kwindawo yokungcwaba yookhokho bakhe.

  • Estere 7:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yaye amxhoma uHaman kwisibonda+ awayesilungiselele uMordekayi;+ waza wadamba umsindo kakumkani.

  • INdumiso 7:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ugrumbe umhadi, waza wawumba;+

      Kodwa uya kuwela emngxunyeni awenzileyo.+

  • INdumiso 35:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Makafikelwe kukonakala engazi,+

      Umnatha wakhe awufihlileyo mawumbambe;+

      Makawele kuwo onakale.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share